Indiz Enterprises

Indiz Enterprises Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Indiz Enterprises, Cape Town.

R100 for a pack of 5 items’ siyaposa noba uphi na
27/05/2023

R100 for a pack of 5 items’ siyaposa noba uphi na

31/12/2022

KwaIndiz siyabulisa ngeli langa la namhlanje ilanga lokugqibela kulo nyaka , ndithi mandivele bethuna ndikhumbuze ukuba xa ungena kulo nyaka ka 2023 sukuhlala nje unyaka uqala nje zi cleane ukuze uzokwazi ujongeka okanye ukucaceleka ebantwini, susa isimnyama uthandeke vula intlantla yakho, sinazo Iziwasho ezifikelelekayo ezinokunceda, xa unomdla siyafumaneka kule nombolo 0766347974

Isiwasho Sentlantla kuvuleke yonke Intlahla yakho R60Isichitho, Silwa kunye ne mpethu Ezisendlini R60Esomgqwaliso kunye ...
09/05/2022

Isiwasho Sentlantla kuvuleke yonke Intlahla yakho R60

Isichitho, Silwa kunye ne mpethu Ezisendlini R60

Esomgqwaliso kunye nesimnyama ukungacaceleki ebantwini R60

Isiwasho sokuxosha isilwane R60

Isiwasho samathambo, umzimba obuhlungu kunye nenyawo ezibuhlungu R60

Ndiyafumaneka ku 0766347974 ndiseKapa ndiyaposa xa ukude

Molweni kwa Indiz, ngomhla we 5/11/2021 ukuya kwi 7/11/2021 kuyahlolwa ngemali eyi R150 ube sele ufumana neziwasho ezidi...
28/10/2021

Molweni kwa Indiz, ngomhla we 5/11/2021 ukuya kwi 7/11/2021 kuyahlolwa ngemali eyi R150 ube sele ufumana neziwasho ezidingekayo kuwe, ukuba unomdla woko ungafownela kule nombolo 0766347974 wenze booking. Sifumaneka e Mitchell's plain nase Fish hoek e Kapa, wamkelekile ukutsala umnxeba uqonde ofuna ukuqonda, enkosi 🙏🏽

Iziwasho sinazo zonke ekhayeni uyatsho okufunayo sikuposele kwa Pep ngemali eyi R50 if ukude, siyafumaneka apha kule nom...
06/10/2021

Iziwasho sinazo zonke ekhayeni uyatsho okufunayo sikuposele kwa Pep ngemali eyi R50 if ukude, siyafumaneka apha kule nombolo xa ufuna ukufowna ubuze 0766347974 sitholakala Mitchell's plain eKapa. Leyo yi Combo ye R160 ungandithinta ndikuncede, enkosi 🙏🏽

Iziwasho ziyafumaneka bethuna asikho esingekhoyo xa usifuna ndiyaposa noba ukude na mna ndifumaneka e Kapa Mitchell's pl...
24/08/2021

Iziwasho ziyafumaneka bethuna asikho esingekhoyo xa usifuna ndiyaposa noba ukude na mna ndifumaneka e Kapa Mitchell's plain R30 sisinye isiwasho -R20 oil ka Mpukane - R40 Blue butter ndiyafumaneka ku 0766347974

Cream 4 All R50RingwormsShingles Insect bitesChicken PoxWoundsScars and Fungal infections
23/07/2021

Cream 4 All R50
Ringworms
Shingles
Insect bites
Chicken Pox
Wounds
Scars and Fungal infections

Zitholele isiwasho sempumelelo eso sihamba ngokweminqweno yakho
27/05/2021

Zitholele isiwasho sempumelelo eso sihamba ngokweminqweno yakho

Iyafumaneka Blue butter apha ekhaya
12/05/2021

Iyafumaneka Blue butter apha ekhaya

Yilwa mfokabawo nantso impindamshaye, hayke apha uphindisela konke okubi apho bekuvela and nokuzayo okubi akusangeni kuw...
30/04/2021

Yilwa mfokabawo nantso impindamshaye, hayke apha uphindisela konke okubi apho bekuvela and nokuzayo okubi akusangeni kuwe.

Mlomo mnandi oyi lipstick usebenza xa ufuna into oyithethayo ivakale noba kusemsebenzini noba uyofola even sele ukwi int...
28/04/2021

Mlomo mnandi oyi lipstick usebenza xa ufuna into oyithethayo ivakale noba kusemsebenzini noba uyofola even sele ukwi interview uyamameleka kuxhomekeka kuwe ke uba ufuna ukumameleka phi, ufumaneka nge R40

Natural body lotion its R20
24/04/2021

Natural body lotion its R20

Address

Cape Town

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Indiz Enterprises posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share