17/10/2023
Kuluvuyo ukuba khona kwakhona .😊
iRio ithi apha ekuphele konyaka ungumntu ozobanohambo , ikhona for ukuncedisa ngokubhaka iMuffins kushiyana ihlobo ofuna kwenzelwa ngayo khonu kuze ungasokoli ukubhakelwa.🍰🧁
Ncedisana nathi ke mntuwakuthi kulo mbono umhle kanje ukuba ufuna uncedo okanye ulwazi olubanzi bamba ezi numbers zingezantsi , enkosi .❤️
063 657 5698 / 073 6999 588