30/06/2023
UTHANDO
Ndiyayazi ukuba kukho Lento kuthiwa luthando lento thina singayaziyo ukuba ithetha ukuthini khanize ndibalisele ngehlobo uthando lwayimosha ngayo impilo yam:
Kwakukho umntwana ogama lingu Asavela lomntwana bendimthanda ngentliziyo yam yonke wayesithi Xa encuma intliziyo ibethe ngongxama ubuhle bakhe ibingathi yinkanyezi ibingekho into ebesingayenzi sobabini.Ndandimkhupha ndimthengela nezipho sasisazana ngehlobo lokuba yayingathi sidalelelwene mna naye.Ibingekho into ebendingamenzeli Yona.Besisisithi Xa sihamba sobabini ebusuku sincokola isuke inethe imvula abe yena enganxibanga ndibe ndiqonda Into yokuba akanogodola ndikhona,ndincame ndimkhululele eyam anxibe Kuba ndikholelwa kwinto yokuba izandla ziyagezana iwesi xa sithandana.nasekhaya ebesele ebizwa ngomolokazana naye athso encuma ndibe ndimbona ukuba ugcwele luthando.yena wayesithi Xa sixaba "Kuhle ayikho into engapheliyo,mna ndandingakholelwa kulonto ndade ndazibonela ngawam amehlo.
UTHANDO lean laphela kwanga la Mzuzu ndandimbhaqa ukuba undi tsh*thela nomngani wam.Amehlo wam ayegcwele qhu ziinyembezi ndingazi nokuba mandithini,ebusuku bekungalaleki ndicinga nje yena kodwa kwafika into ethi hay ubomi abuzuma ngenxa yakhe nangona ndandinga xolanga.
Bendisithi xa ndisiya emajiteni ndifike ndimbone ukuba nankuya ehleli nethsomi yam,yena ebengenazo neentloni.Emajiteni bekumnandi kuhlekwa mna kusithiwa nantsi le pens yatyelwayo.
Kwathi ngenye injikalanga sisela sonke ndafika ndathatha iglass yakhe ne yam ndagalela iyeza leempuku.Zange kuphele ne mizuzu mna nayee Sawa phantsi kwabe kanti kukusweleka kwethu.KLK NDAWABAMBA LAMAZWI AKHE ANGA WAYESITHI MNA NAYE SOHLUKANISWA KUKUFA.Bendingazuphila kabuhlungu ngenxa yakhe enkosi
Plz guys following kuhle the Story teller if you want more ndinga support yenu guyz❤️🙏